Siyaphambili
演唱:No Dash、Stih Letor、Mikss、NdozlingYha yha
Sthi in The VIP
Yha yha yha
Mthwalo uyangisinda
Baba wami Nkosi thethela
I know that if i got you sizolenza
Sizo land(a) x2
Mthwalo uyangisinda
Baba wami Nkosi thethela
I know that if i got you sizoland(a)
You the one for me
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
Siya phambili Siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
Siya phambili
Yha yha
Bekumele siye phambili
Umthwalo usobhokweni manje
Othi ngihabule eznkambini
Sagadla ba gadla manje siya gadla kuyayiwa
Uwunakekeli italente
Litho ukvuna kodwa uhlale utshalela
Noma kunzima izinkinga zakho ungabozbaleka
Ziyo hlangana nawe phambili zikwenzi ibhari
Uyo Khumbul Ekhaya izincwadi uyosi bhalela
Ey
Umthwalo uyasinda yehlisa yethula
Izitha ziyanda nda nyuka nda nyuka
Sondela ngiyakudinga awukholwa zoku gcina
Ndifungu Mam Gcina ukholwa ndizoligcina
Ndifungu Mam Gcina ukholwa ndizoligcina
Ndifungu Mam Gcina ukholwa ndizoligcina
Ngoku le nqwelo ndiyayi pusha ndiyayi qhuba
Ndiyayi jika andoyiki ndiyavuma iSkill siya khula
Yeah
I remember sisayi qala lewei
Sisayizama le rap
Ngala era ye Vura
Ngeza ntsuku ndisa khula kungekho mnandi but I knew le mini nayo izodlula
Ndise ne themba loku cula
Ndisithi lo mculo uzondithatha andise mazweni
Ndisithi lo mculo uzondithatha andise mazweni
Siyamba ebsuku siyo record(a) kude phana bekusekdeni
Bekusekdeni
But I didn't mind cause I knew impumelelo ise maduze
Cause I knew impumelelo ise maduze
Masiqhube
Cause 1 2 3 siya phambili
1 2 3 siyaphambili
Siyaphambili
Siyaphambili
Siyaphambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
1 2 3 thina siya phambili
Siya phambili Siya phambili
Siya phambili
1 2 3 thina