CINEZELA
演唱:UYIHLO、BhutLegendYoh, hay, ayy
Thetha nabo boy
Yeah, haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele huh
If bayayisusa soze tuu bayimele yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele huh
If bayayisusa soze tuu bayimele yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Mamakhe uyand’funa
Kodwa nd’qoba intombi yakhe
Ntombi ke ndiy’phata kube kanye ibelu lwandle
Pokoto zigcwele qhuu cash kontant
Singena siphuma etown
Kalok yaphela idom pass
(Don’t be jas!)
Couple months I was celibate
Now I’m swimming in the pussy in the melanin
Four more sjuras in the four door
And I got my old flame from Limpopo
Three-piece suit in a tie dye
Xa ndinxibe njena andingeni tuu kwa Mai Mai
Black nigga but I might tell a white lie
I was whippin’ in the urrrrrrr
Check the blindside
Yeah, haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Uzondiwisa njani
But bendikhona wayendiyeka izolo
Okay mandiyeke ezonto
Okay mandinyusi iikawusi
Nyusi ikasi ndiyibeke emqolo
Bayazama abana mbono
SeMthatha ndipheth’ umkhono
Ndiyacela ungandipushi
Cause ingqondo igcwele izono
Ekasi kugcwel’iishooter
Lo line uyadyutha ndise Juta ndiland’isjura
Lomntana uyandibuza
Uthando lwam luphi?
Ntliziyo ilikhaza ungazama
Awunondohlula
Haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Thetha nabo boy
Yeah, haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele huh
If bayayisusa soze tuu bayimele yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele huh
If bayayisusa soze tuu bayimele yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Mamakhe uyand’funa
Kodwa nd’qoba intombi yakhe
Ntombi ke ndiy’phata kube kanye ibelu lwandle
Pokoto zigcwele qhuu cash kontant
Singena siphuma etown
Kalok yaphela idom pass
(Don’t be jas!)
Couple months I was celibate
Now I’m swimming in the pussy in the melanin
Four more sjuras in the four door
And I got my old flame from Limpopo
Three-piece suit in a tie dye
Xa ndinxibe njena andingeni tuu kwa Mai Mai
Black nigga but I might tell a white lie
I was whippin’ in the urrrrrrr
Check the blindside
Yeah, haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Uzondiwisa njani
But bendikhona wayendiyeka izolo
Okay mandiyeke ezonto
Okay mandinyusi iikawusi
Nyusi ikasi ndiyibeke emqolo
Bayazama abana mbono
SeMthatha ndipheth’ umkhono
Ndiyacela ungandipushi
Cause ingqondo igcwele izono
Ekasi kugcwel’iishooter
Lo line uyadyutha ndise Juta ndiland’isjura
Lomntana uyandibuza
Uthando lwam luphi?
Ntliziyo ilikhaza ungazama
Awunondohlula
Haike thina siyayicinezela
Huh, sipping on the dirty kodwa singamanene
Huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Huh sipping on the dirty
Kodwa singamanene
If bayayisusa soze tuu bayimele, huh
If bayayisusa soze tuu bayimele, yeah
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela
Haike thina siyayicinezela