AMAKHOSI
演唱:UYIHLO、BhutLegendSeekin' revenge on my enemies
Bu ngu mrhanelwa ugxigxiza igazi
Crocodile tears zisihla kwi ngwenya
Ohh Bawo andinalo nexhala
Abantwana niyabagezisa
Thina, siyabajezisa
Abantwana niyabagezisa
Thina, siyabajezisa
Girlfriend allowance bitheni na wena?
Haibo kunini ndik'china na wena
Fike eRhawtini wand'dika ke wena
Swim with the sharks
Zizak'tywina ke wena
Paypal ngena dzwaba ngca
Oh yes ndingu dyakalashe
Nitheth' inyani phez' kwe ngcwaba lam
Hleli nje nino lwimi
(Hleli nje!)
Hleli nje no lwimi
(Bathini!?)
Big gebou no ntsimbi
(Heavyweight)
Chumile intsimi
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Bathi uhamba nohili
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Nithethe inyani xa ndibhubha
Bendihamba nabo bendibaqhuqha
Befika apha bebequqa
Azandangoba, zandaguqa
Bu bheja wena besimqhuba
Bu bheja wena besimbuqa
Ndiyamkhuhla mtshana kudala ndigudla
Ndiyamkhuhla mtshana kudala uh
Inene iikaka belligerent
Ezam iz’dala azifani namanzi
Ukuba ndiyam'cinga rekindlin'
Shishini libusy I’m handlin'
Ngo 2018 bendispina naye
Becinga ndzomtshata
Ngo 2019 walahla isimilo
Ndaphela ndimlahla
Ntliziyo likhaza
Banintsi azange bandixaka
Hleli nje no lwimi
(Bathini!?)
Big gebou no ntsimbi
(Heavyweight)
Chumile intsimi
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Bathi uhamba nohili
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Khalisa izjwili
Hleli nje no lwimi
(Uthini?)
Big gebou no ntsimbi
(Kajonge)
Chumile intsimi
(Haibo!)
Mandla angaka bathi unamakhosi
(Kajonge)
Bathi uhamba nohili
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Khalisa izjwili
Bu ngu mrhanelwa ugxigxiza igazi
Crocodile tears zisihla kwi ngwenya
Ohh Bawo andinalo nexhala
Abantwana niyabagezisa
Thina, siyabajezisa
Abantwana niyabagezisa
Thina, siyabajezisa
Girlfriend allowance bitheni na wena?
Haibo kunini ndik'china na wena
Fike eRhawtini wand'dika ke wena
Swim with the sharks
Zizak'tywina ke wena
Paypal ngena dzwaba ngca
Oh yes ndingu dyakalashe
Nitheth' inyani phez' kwe ngcwaba lam
Hleli nje nino lwimi
(Hleli nje!)
Hleli nje no lwimi
(Bathini!?)
Big gebou no ntsimbi
(Heavyweight)
Chumile intsimi
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Bathi uhamba nohili
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Nithethe inyani xa ndibhubha
Bendihamba nabo bendibaqhuqha
Befika apha bebequqa
Azandangoba, zandaguqa
Bu bheja wena besimqhuba
Bu bheja wena besimbuqa
Ndiyamkhuhla mtshana kudala ndigudla
Ndiyamkhuhla mtshana kudala uh
Inene iikaka belligerent
Ezam iz’dala azifani namanzi
Ukuba ndiyam'cinga rekindlin'
Shishini libusy I’m handlin'
Ngo 2018 bendispina naye
Becinga ndzomtshata
Ngo 2019 walahla isimilo
Ndaphela ndimlahla
Ntliziyo likhaza
Banintsi azange bandixaka
Hleli nje no lwimi
(Bathini!?)
Big gebou no ntsimbi
(Heavyweight)
Chumile intsimi
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Bathi uhamba nohili
(Chuu, chuu)
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Khalisa izjwili
Hleli nje no lwimi
(Uthini?)
Big gebou no ntsimbi
(Kajonge)
Chumile intsimi
(Haibo!)
Mandla angaka bathi unamakhosi
(Kajonge)
Bathi uhamba nohili
Mandla angaka bathi unamakhosi
Khalisa izjwili
Khalisa izjwili