Love Story

演唱:Liema Pantsi、Sam Kotkot、Mazet、Soul Kulture
Thetha nam
Uzuhlale nam
Zungandishiy' emaxeshen' anzima
Ungowami
Uzohlal' ungowami
Zungandishiy' emaxeshen' anzima
Ma ufik' ebomin'
Bam k'ye kwalula
Uhlal' uhlel entliziyweni
Yam sthandwa sam
Ma ufik' ebomin'
Bam k'ye kwalula
Uhlal' uhlel entliziyweni
Yam sthandwa sam
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami
Mhmmm
Mhmmmm
Uwheeehee
Wheehee
Ndithetha nawe
Ndithetha nawe
Ndithetha nawe... mhmm
Mna ndithetha nawe
Ndithetha nawe
Oko kwakhona wena
Empilweni yami
Undiphethe kahle
Undithanda kabi
Wen' undthanda kabi
Heeeyyi
Andizazi
Ndingakwazi
Ukuphila ngaphandle kwakho
Andizazi
Ndingakwazi
Ukuphila ngaphandle kwakho
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami
Wena ulithemba lami
Wheeeee
Nd'thembele ngawe yhaaaa whoo
Yheeee
Yaze yaphol'
Intliziyo ma ibona wena
Kwaze kwamnandi ukuphila
Haaaweee
Kuyoze kube mnand'
Ukuphila ma nginawe sthandwa sami
Kuyoze kube mnand'
Ukuphila sthandwa
Sami ma nginawe, ng'yazi
(Yho yho yho) Yheee
(Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Nd'funa wena wedwa (Yho yho yho)
Uyisthandwa sami

你可能喜欢