BABY MAMA DRAMA

演唱:UYIHLO、BhutLegend
Yiyo pheli inyanga
Phela fast njani nale nyanga
Founi yam oko ibikhala
Ndizoyithini ibaby mama drama
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Ndizoyithini ibaby mama drama
Yiyo pheli inyanga
Phela fast njani nale nyanga
Founi yam oko ibikhala
Ndizoyithini ibaby mama drama
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Ndizoyithini ibaby mama drama
Nanko efouna funa ntoni?
Ndiyamaz uphandle namatshomi
Ndiyamazi ulit apha akhoyo
Fun’imali tyiwe naba tshomi
Phela fast langa lingeka tshoni
Soze tuu kemna ke andenze ibhari
Soze tuu kemna ke andenze isparapibho
Noba zilele apha zihlala zimile
Ba awusazi buz’emphakathini
Huh sandopopa ndibhukude emalini
Sandopopa ndihlala ndisebankini huh
Mpelaveki ifika ndise rushini
Cimi iphone ndifounelwa ebantwini huh
Uthi unguban? Wakwabani?
Asikalali since izolo elinye
Asikalali tyhini sirholile
Asikalali tyhini sipopile
Uthi ungubani wakwabani?
Asikalali since izolo elinye
Bend'senza iz'manga no mdlezane
Kodwa soze ndimninke umsesane
Fly a ***** out from Cape Town
Ndiyi top dawg boi hands down
Fly a ***** out from...
Oko ndintswembu boi
Since ipens down
Ithi ingena ngok iphume ten thou
And the house really had ten gyals
Nobatana wa qhawka
Plastic nday'lahla
Dolopini ndam'towna
Ewe nyani ndiyam'ncanywa
Qha sies man tshaya inkawza
Zaw'ncediswa nangu SASSA
Ngoba eyam iphele kwak'sasa
Ndiy’tye namarhumsha eTinarha
Yiyo pheli inyanga
Phela fast njani nale nyanga
Founi yam oko ibikhala
Ndizoyithini ibaby mama drama
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Ndizoyithini ibaby mama drama
Yiyo pheli inyanga
Phela fast njani nale nyanga
Founi yam oko ibikhala
Ndizoyithini ibaby mama drama
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Mamomntana undifuna imali yomntana
Ndizoyithini ibaby mama drama

你可能喜欢